Uzakariya 10:6 XHO96

6 “Ndiza kuyomeleza indlu kaJuda,ndiyihlangule indlu kaJosefu.Ewe, ndoba nebuyambo ngakubo;kaloku mna ndinenceba ngabo.Boba ngathi zange ndibalahle.Kaloku mna ndinguNdikhoyo uThixo wabo,ndaye ke ndobaphendula.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 10

imbono Uzakariya 10:6 kwimeko