Uzakariya 11:10 XHO96

10 Ndasuka ke ndathatha laa nduku inguThandekile, ndayaphula nditshitshisa umnqophiso endawenzayo nazo zonke izizwe.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 11

imbono Uzakariya 11:10 kwimeko