Uzakariya 11:3 XHO96

3 Khawuve, nâso isimbonono sabelusi;loo madlelo angayiwayo atshabalele.Yiva, nanko umgqumo weengonyama ezintsha;intshinyela yamatyholo aseJordan ibharhile.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 11

imbono Uzakariya 11:3 kwimeko