Uzakariya 11:7 XHO96

7 Ngoko ke ndawalusa umhlambi oza kuxhelwa, ingakumbi ke lowa wawuphatheke kakubi. Ndathatha iinduku zambini, enye yazo ndathi nguThandekile, eyesibini ndathi nguManyano, ndawalusa ngazo umhlambi.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 11

imbono Uzakariya 11:7 kwimeko