Uzakariya 12:4 XHO96

4 Ngaloo mini, utsho uNdikhoyo, ndowarhwaqelisa onke amahashe abo, batsho baphakuzele abaphezu kwawo. Indlu kaJuda yona ndiya kuyilondoloza; ke wona amahashe onke eentlanga ndowabetha ngobumfama.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 12

imbono Uzakariya 12:4 kwimeko