Uzakariya 13:9 XHO96

9 Isinye esithathwini ke esomna ndosifaka emlilweni,ukuze sihlambuluke sibe nyuluoku kwesiliva evavanyiweyo,nditsho oku kwegolide enyibilikisiweyo.Baya kulibiza igama lam,ndize mna ndibaphendule.Ndiya kuthi: ‘Bangabantu bam.’Bona bathi: ‘UNdikhoyo nguThixo wethu.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 13

imbono Uzakariya 13:9 kwimeko