Uzakariya 14:13 XHO96

13 Ngaloo mini uNdikhoyo uya kubahlisela ukunkwantya okukhulu abantu, umntu ngamnye axhakamfule isandla somnye, bahlaselane.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 14

imbono Uzakariya 14:13 kwimeko