Uzakariya 14:8 XHO96

8 Ngaloo mini ke kuya kumpompoza amanzi aphilisayo, ephuma eJerusalem, isiqingatha sawo sinkcenkcezele ulwandle lwasempuma, size ke esinye siye kungena kulwandle lwasentshona. Koba njalo ehlotyeni nasebusika.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 14

imbono Uzakariya 14:8 kwimeko