Uzakariya 5:3 XHO96

3 Saza sathi kum: “Esi sisiqalekiso esijinga phezu kwawo wonke umhlaba. Kwelinye icala kubhalwe kwathiwa wonke umntu olisela uza kugxothwa angabikho. Kanti ke kwelinye kuthiwa wonke umntu ofunga exoka uza kugxothwa angabikho.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 5

imbono Uzakariya 5:3 kwimeko