Uzakariya 7:12 XHO96

12 Ewe, iintliziyo zabo zasuka zaba lukhuni okwenyengane, abavuma ukuwaphulaphula amazwi kaNdikhoyo onamandla onke, lawo wayewathumele ngoMoya wakhe *kubashumayeli bamandulo. Ngoko ke uNdikhoyo onamandla onke waba nomsindo.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 7

imbono Uzakariya 7:12 kwimeko