Uzakariya 7:14 XHO96

14 Ndasuka ndabachitha-chitha ngesaqhwithi, bathi saa ezizweni, baba ziimbacu. Ilizwe labo lasala libharhile, kungekho nomntu lo ongenayo nophumayo. Kwaba njalo ke ukulibharhisa kwabo ilizwe elihle.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 7

imbono Uzakariya 7:14 kwimeko