Uzakariya 7:3 XHO96

3 babuze kubabingeleli bendlu kaNdikhoyo onamandla onke *nakubashumayeli, bathi: “Ngaba kusafuneka siqhubele phambili silile, sizile nokutya na, nangale yesihlanu inyanga, njengoko siqhele ukwenza iminyaka ngeminyaka?”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 7

imbono Uzakariya 7:3 kwimeko