Uzakariya 7:5 XHO96

5 “Baxelele bonke abantu beli lizwe, ngokunjalo nababingeleli, uthi: ‘Ngokuya benizila ukutya nilila kwinyanga yesihlanu neyesixhenxe, kule minyaka imashumi asixhenxe idlulileyo, ngaba benizila ukutya nizilela mna ngqo?

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 7

imbono Uzakariya 7:5 kwimeko