13 Bantu bakwaJuda nakwaSirayeli, benisoloko nisisigculelo seentlanga, kodwa ke ngoku ndiza kunihlangula nitsho nibe yintsikelelo. Ngoko ke yomelelani, izandla zenu zingawi.”
funda isahluko epheleleyo Uzakariya 8
imbono Uzakariya 8:13 kwimeko