Uzakariya 8:23 XHO96

23 Utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi: “Ngaloo mihla ke ishumi lamadoda kwiilwimi zonke zeentlanga zoqokelelana kumJuda omnye, zibambelele esondweni lengubo yakhe, zithi: ‘Sifuna ukuhamba nani, kuba sivile ukuba uThixo unani.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 8

imbono Uzakariya 8:23 kwimeko