Uzakariya 8:8 XHO96

8 Ewe, ndobabuyisa beze kuma eJerusalem. Bona baya kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wabo, ndinyaniseke kubo, ndibaphathe ngobulungisa.”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 8

imbono Uzakariya 8:8 kwimeko