2 Kwabasekorinte 2:17 XHO96

17 Thina okungenani asihambi sijikeleza sithengisa ngodaba lukaThixo njengoko besenza abaninzi. Thina bamanywe noKrestu sivakalisa udaba sinyanisekile okwezigidimi zikaThixo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 2

imbono 2 Kwabasekorinte 2:17 kwimeko