2 Kwabasekorinte 4:17 XHO96

17 Ewe, ezi mbandezelo zexeshana, zincinane zinjalo, zisilungiselela iwonga laphakade, elingenakulinganiswa nazo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 4

imbono 2 Kwabasekorinte 4:17 kwimeko