2 Kwabasekorinte 8:2 XHO96

2 Balingeke ngokugqithisileyo, iinkathazo zibavela ngapha nangapha; kodwa naxa kunjalo, babenochulumacho olukwangako, baza banikela ngezandla ezingenamkhinkqi, nangona bona ngokwabo beswele.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 8

imbono 2 Kwabasekorinte 8:2 kwimeko