2 Kwabasekorinte 9:13 XHO96

13 Abaninzi ke baya kumdumisa uThixo ngenxa yokucaca kwentembeko yenu, xa bebona ukumthobela kwenu nokunyaniseka kwenu kwiindaba ezimnandi zikaKrestu, nangobubele benu, kuba nisabelana nabo bonke abanye.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 9

imbono 2 Kwabasekorinte 9:13 kwimeko