2 Kwabasekorinte 9:7 XHO96

7 Elowo ke makanikele kangangoko agqibe ngako, engenasikrokro, engaziva enyanzelekile, kuba uThixo uthanda umntu opha ngobubele.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 9

imbono 2 Kwabasekorinte 9:7 kwimeko