Kumahebhere 1:5 XHO96

5 UThixo akukho sithunywa wakha wathi kuso:“UnguNyana wam wena,ndikuzele namhlanje;”engazange atsho nokuthi:“Ndiya kuba nguYise,yena abe nguNyana wam.”

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 1

imbono Kumahebhere 1:5 kwimeko