Kumahebhere 10:25 XHO96

25 Kananjalo masikuxabise ukudibana namanye amakholwa, siphefumlelane, singabi njengâbo bawutyeshelayo lo mkhwa. Ewe, masikhuthazane ngakumbi nangakumbi, kuba nani niyabona ukuba imini leyo iyasondela.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 10

imbono Kumahebhere 10:25 kwimeko