Kumahebhere 10:39 XHO96

39 Phofu ke thina asingabo abo barhoxayo baze balahleke, koko singabo baya kudla ubomi kuba bethembele kuThixo.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 10

imbono Kumahebhere 10:39 kwimeko