Kumahebhere 11:12 XHO96

12 Yiyo ke loo nto kuthe kwindoda enye, naxa yayiselifana nofileyo nje kukwaluphala, kwavela inzala ebuninzi bungangeenkwenkwezi, ingenakubalwa okwentlabathi elunxwemeni lolwandle.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 11

imbono Kumahebhere 11:12 kwimeko