Kumahebhere 11:4 XHO96

4 Ngokholo lagqwesa kuThixo elika-Abheli idini kunelikaKayin. Ngokholo uAbheli wamkelwa nguThixo waba lilungisa, kuba uThixo ngokwakhe wakholiswa ngumnikelo wakhe. Ngako ukukholwa kwakhe ke, naxa afileyo nje uAbheli, usathetha.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 11

imbono Kumahebhere 11:4 kwimeko