Kumahebhere 12:1 XHO96

1 Ngoko ke, thina siphahlwe ngamangqina amaninzi kangaka nje, masiyilahle ke yonke into enokusibambezela, ingakumbi isono, kuba sona siyarhintyela. Masingene kolu gqatso luphambi kwethu sizimisele.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 12

imbono Kumahebhere 12:1 kwimeko