Kumahebhere 2:14 XHO96

14 Abantwana ke abo ngabantu. Naye ke uYesu waba ngumntu njengabo, khon' ukuze ngokufa kwakhe atshitshise igunya likaSathana lokuvuyelela abantu ngokufa.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 2

imbono Kumahebhere 2:14 kwimeko