Kumahebhere 3:13 XHO96

13 Kambe ke, ngoku kusathiwa “namhlanje,” khuthazanani yonke imihla, ukuze kungabikho mntu uqaqadekiswa ngumtsalane wesono.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 3

imbono Kumahebhere 3:13 kwimeko