Kumahebhere 9:7 XHO96

7 Kodwa kwelesibini igumbi kwakungena umbingeleli omkhulu kuphela, kanye ngonyaka. Naye kwakufuneka ephethe igazi aza kungxengxezela ngalo izono zakhe kwakunye nezo abantu bazenze bengaqondi ukuba bayona.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 9

imbono Kumahebhere 9:7 kwimeko