Kwabase-Efese 3:6 XHO96

6 Olu daba ke lolokuba iintlanga ziziindlamafa ndawonye namaJuda, zibandakanywe nawo. Bonke bayimbumba yamanyama. Nazo ziyabuxhamla ubuncwane bezithembiso zikaThixo ezenziwa kuYesu Krestu.

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 3

imbono Kwabase-Efese 3:6 kwimeko