Igenesis 12:8 XHO75

8 Wesuka khona waya entabeni ngasempumalanga, eBheteli, wayitwabulula intente yakhe, iBheteli ingasentshonalanga, iAyi ingasempumalanga; wamakhela khona isibingelelo uYehova, wanqula igama likaYehova.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 12

imbono Igenesis 12:8 kwimeko