Igenesis 17:10 XHO75

10 Nguwo lo umnqophiso wam eniya kuwugcina phakathi kwam nani, nembewu yakho emva kwakho: wokuba yonke into eyindoda kuni yalùswe; nalùswe inyama yokwalùswa;

funda isahluko epheleleyo Igenesis 17

imbono Igenesis 17:10 kwimeko