Igenesis 17:9 XHO75

9 Wathi uThixo kuAbraham, Wena ke, umnqophiso wam wowugcina, nembewu yakho emva kwakho kwizizukulwana zabo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 17

imbono Igenesis 17:9 kwimeko