Igenesis 27:19 XHO75

19 Wathi uYakobi kuyise, NdinguEsawu, amazibulo akho; ndenzé njengoko wathetha ngako kum; khawuvuke ke, uhlale, udle inyamakazi yam, ukuze umphefumlo wakho undisikelele.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:19 kwimeko