Igenesis 27:20 XHO75

20 Wathi uIsake kunyana wakhe, Kutheni na le nto ukhawulezileyo ukuyifumana nyana wam? Wathi yena, uYehova uThixo wakho undithamsanqelisile.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:20 kwimeko