Igenesis 27:21 XHO75

21 Wathi uIsake kuYakobi, Khawusondele, ndikuve, nyana wam, ukuba unguye na kanye unyana wam uEsawu, akunguye, kusini na?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:21 kwimeko