Igenesis 29:35 XHO75

35 Wabuya wamitha, wazala unyana; wathi, Okwesi sihlandlo ndiya kumdumisa uYehova; ngenxa yoko wamthiya igama elinguYuda.* Wanqamka ukuzala.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 29

imbono Igenesis 29:35 kwimeko