Igenesis 29:34 XHO75

34 Wabuya wamitha, wazala unyana; wathi, Khona ngoku, iya kunamathela kum indoda yam, kuba ndiyizalele oonyana abathathu; ngenxa yoko wamthiya igama elinguLevi.*

funda isahluko epheleleyo Igenesis 29

imbono Igenesis 29:34 kwimeko