33 Wangena uLabhan ententeni kaYakobi, nasententeni kaLeya, nasententeni yeempelesi zombini; akazifumana. Waphuma ententeni kaLeya, wangena ententeni kaRakeli.
funda isahluko epheleleyo Igenesis 31
imbono Igenesis 31:33 kwimeko