34 Ke kaloku uRakeli ebeyithabathile imilonde-khaya, wayifaka phakathi kwesali yenkamela, wahlala phezu kwayo. ULabhan wayiphuthaphutha yonke intente, akayifumana.
funda isahluko epheleleyo Igenesis 31
imbono Igenesis 31:34 kwimeko