Igenesis 33:1 XHO75

1 Wawaphakamisa uYakobi amehlo akhe, wabona, nanko uEsawu esiza, enamadoda amakhulu mané. Abantwana wabahlulahlula, baba kuLeya, nakuRakeli, nakubakhonzazana bobabini.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 33

imbono Igenesis 33:1 kwimeko