Igenesis 33:2 XHO75

2 Wababeka abakhonzazana nabantwana babo phambili, uLeya nabantwana bakhe emva kwabo, uRakeli noYosefu emva kanye.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 33

imbono Igenesis 33:2 kwimeko