Igenesis 38:11 XHO75

11 Wathi uYuda kuTamare, umolokazana wakhe, Hlala ungumhlolokazi endlwini kayihlo, ade akhule uShela, unyana wam; kuba wathi, Hleze afe naye, njengabakhuluwa bakhe. Wemka uTamare, waya kuhlala endlwini kayise.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 38

imbono Igenesis 38:11 kwimeko