Igenesis 4:9 XHO75

9 Wathi uYehova kuKayin, Úphi na uAbheli, umninawa wakho? Wathi yena, Andazi; ndingumgcini womninawa wam, yini na?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 4

imbono Igenesis 4:9 kwimeko