Igenesis 43:7 XHO75

7 Bathi, Indoda leyo yabuza kunene ngathi nangemizalwana yethu, isithi, Usaphilile na uyihlo? Nisenomninawa na? Sayixelela ngokwaloo mazwi. Besisazi yini na ukuba ibiya kuthi, Yihlani nomninawa wenu?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 43

imbono Igenesis 43:7 kwimeko