Igenesis 45:13 XHO75

13 Nize nimxelele ubawo lonke uzuko lwam eYiputa, nezinto zonke enizibonileyo, nikhawuleze nihle nobawo, eze apha.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 45

imbono Igenesis 45:13 kwimeko