Igenesis 45:14 XHO75

14 Wawa entanyeni kaBhenjamin, umninawa wakhe, walila; uBhenjamin walila entanyeni yakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 45

imbono Igenesis 45:14 kwimeko