Igenesis 47:26 XHO75

26 UYosefu wayimisa loo nto yaba ngummiselo unanamhla phezu komhlaba waseYiputa, ukuba esesihlanu isahlulo sibe sesikaFaro; ngumhlaba wababingeleli wodwa ongabanga ngokaFaro.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 47

imbono Igenesis 47:26 kwimeko