Igenesis 6:3 XHO75

3 Wathi uYehova, UMoya wam akayi kulawula ebantwini ngonaphakade; ekulahlekeni kwabo bayinyama; imihla yabo iya kuba yiminyaka elikhulu elinamanci mabini.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 6

imbono Igenesis 6:3 kwimeko